(Old Xhosa Hymn)

Thixo Lizalis’idinga lakho, (Lord, fullfil your promise)
Thixo Nkosi yenyaniso (Lord, our truthful God)
Zonk’intlanga, zonk’izizwe (that every clan and every nation)
Ma zizuze usindiso (should attain salvation)
(Repeat)